Eradication Of Bucket System At Msobomvu District Municipality

24 October 2006

Mhlalingaphambili, urhulumente oxhuzulwa imikhala okhokelwa ngumbutho wesizwe i-ANC, kwezinye zezithembiso zawo, watsho ukuba siya kuba siyiphelisile inkqubo yokuthuthwa kwelindle ngamabhakethi. Abantu baseMsobomvu, oquka i-Noupoort, i-Colesberg kunye ne-Norvalspont, ngokwezithembiso zethu, urhulumente waseMsobomvu uqalisile ukuguzula amabhakethi kwilokishi yabebala ekuthiwa yi-Louwryville kunye nekuthiwa yiKuyasa, lokishi ezo ebezisebenzisa amabhakethi okoko zakhiwayo, efaka endaweni yawo imibhobho yogutyulo-lindle yala maxesha.

Thina singamalungu ombutho wesizwe i-ANC siya kuthi gqolo sisebenzisana nabantu bakuthi ukudala ubomi obungcono kumntu wonke.

S E ASIYA
ANC Member of Parliament

For more information:
021 403 3107